09/02/2023
Nanku ke lo msebenzi uyenziwa khona la holtin ludeke holt ngakwa Magadla ngumfana nje osemtsha apha ebomini igama lakhe ngu Machule Action Mfundiso NEMBILE emabheleni ndiyafumaneka kule number 0730879376 ndikhona naku Whatsapp nakwi calls xa ingangeni uzame le 0839584452 thanks